Skip to content

namootatech/nmtplay

Folders and files

NameName
Last commit message
Last commit date

Latest commit

 

History

70 Commits
 
 
 
 
 
 
 
 
 
 
 
 
 
 
 
 
 
 
 
 
 
 
 
 
 
 
 
 
 
 
 
 
 
 
 
 
 
 
 
 
 
 
 
 
 
 
 
 
 
 
 
 
 
 

Repository files navigation

Logo

Gutyu!

Molweni bagutyuli abahle, lena yi repository ka NMT Play the free file sharing website yase Eastern Cape, Kulapha apho si builda khona iifeatures ezisebenzela wena.

Ngale Repository

Lena si static website eyakhiwe ngo NextJS ka React ka Javascript

Xa ufuna ukuncedisa

Qale u runne idev environment yakho with

npm install
npm run dev

Imigaqo

Asi promoti ubukrelemnqa ke bethuna apha qha nje sincedisa umphakathi uba ubene ndlela yoku phana iifiles nee programs kanje ngokuba sikwazi ukuyenza lonto offline, apha siphana iifiles online.

iTerminology yethu esiyisebenziosa apha ku Gutyula, apha ekhaya ukuGutyula can mean almost any action but thina sithi uku gutyula means to Download, ibe ke sinabo naba gutyuli bethu abo ba downloada iifiles kweli le internet.

Ndicela sizame icode yethu kunye nee coppies zethu zihambe ngesi Xhosa sa simanjemanje okanye i vernac singasisebenzisi kakhulu isislungu, only for ezo Ndawo sidingeka kuzo manyan nyan

iiFeatures esinqwenela le site ibe nazo

  • iiMessages nee Chats
  • iiPosts
  • iiFriends
  • iiNotification
  • iiArticles for ukwabelana ulwazi
  • Ukuthenga iArtime ne Data
  • IIndaba Ezisematheni

About

Eastern Cape File sharing website

Resources

Stars

Watchers

Forks

Releases

No releases published

Packages

 
 
 

Contributors